Pages

Thursday, 27 June 2019

Public Response to the 2019/20 SDBIP


 Ke ngoko kukhutshwa isaziso ngokwecandelo-53(3)(a) loMthetho ongobuRhulumente boMmandla ongoLawulo lweziMali zikaMasipala (MFMA) ongunomb.56 wango-2003, sokuba iSicwangciso sokuNikezelwa kweNkonzo nesokuZalisekiswa koHlahlo-lwabiwo-mali (SDBIP) somnyaka-mali wama-2019/20 kunye neZishwankathelo zeSigqeba soLawulo namaKhadi amaNqaku, ziyakuthi zifumaneke kuzo zonke ii-ofisi zamabhungana (adweliswe ngezantsi apha) nakuzo zonke izakhiwo zamathala eencwadi zikamasipala, kwiintsuku eziphakathi evekini phakathi kwentsimbi phakathi kweye-08:30 neye-16:30 nokususela uLwesine 4 kweyeKhala ukuya kuma nokuquka uMvulo 5 kweyeThupha 2019. 
Amaxwebhu angahlolwa ngokuthi kusetyenziswe iwebhusayithi yethu ukususela ngowama-28 kweyeSilimela 2019, engu www.capetown.gov.za/idp 


No comments:

Post a Comment